Uisaya 31:3 Ibhayibhile (XHO96)

La maJiputandin' asiThixo, koko ngabantu,namahashe awo asimhlola, koko zizilwanyana.UNdikhoyo wothi angaphakama ibe ziziqwenga,ke yena umncedisi atsho akhubeke,aze ke yena umncedwa awe bhaxa,bonke bavuthuluke batshabalale.

Uisaya 31

Uisaya 31:1-4