Uisaya 31:1 Ibhayibhile (XHO96)

Kunyembelekile kwabo babhenela kuncedo lweJiputa;nditsho abo bathembela kumahashe,abo bakholosa ngeenqwelo eziyinyambalala,nabaqamele ngobukroti bamajoni,nditsho amajoni amahashe,abantu abangamjongele nto uYedwa kaSirayeli,nditsho abangasifuniyo isiluleko *sikaNdikhoyo.

Uisaya 31

Uisaya 31:1-6