Uisaya 30:29 Ibhayibhile (XHO96)

Ke nina niya kuchulumacha,nintyiloze nimemelele ngathi kungobusuku bamatheko amiselweyo.Niya konwaba ngathi ningabantu abaya endlwini kaNdikhoyo,bevuma bekhatshwa ngamaxilongo:uNdikhoyo ixhadi likaSirayeli.

Uisaya 30

Uisaya 30:26-33