Uisaya 30:25 Ibhayibhile (XHO96)

Kogqabhuka imithombo yamanzi ezintabeni nasezindulini ngaloo mini inkulu yokuhlaselwa nokuwa kweenqaba zeentshaba zenu, nazo ngokwazo zibulawe.

Uisaya 30

Uisaya 30:22-33