Uisaya 28:28-29 Ibhayibhile (XHO96)

28. Andithi iyasilwa na ingqolowa?Hayi kaloku, akayibhuli okokoko,engayicoli nditsho nangenqwelo,kanti ke namahashe akayigrayi.

29. Obo bulumko ke buvela *kuNdikhoyo uSomandla-onke;kaloku yena yintshatsheli ngamacebo,ngenene yena ubalasele ngobulumko.

Uisaya 28