Uisaya 25:4 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku wena uyawakhusela amahlwempu;akubalekela kuwe ayasinda enkathazweni.Wena ungumqolomba kumaqhwa nenkqwithelo,kanti ukwangumthunzi kwingqatsini yelanga.Kaloku izithonga zezikhohlakali zinjengesiphango,

Uisaya 25

Uisaya 25:1-12