Uisaya 21:17 Ibhayibhile (XHO96)

“Kwezo ncushe zamaKedare adubula ngeentolo kuya kusala iingqandandana nje. Ewe, kuya kuba njalo, kuba nditshilo mna *Ndikhoyo Thixo wamaSirayeli.”

Uisaya 21

Uisaya 21:15-17