Uisaya 20:3 Ibhayibhile (XHO96)

Waza ke uNdikhoyo wathi: “Kakade isicaka sam uIsaya besisoloko sijikeleza sizé, singenazo nambadada, yonke le minyaka mithathu. Lowo ke ngumqondiso wento eya kwehlela iJiputa neKushe.

Uisaya 20

Uisaya 20:1-6