Uisaya 2:7 Ibhayibhile (XHO96)

Nelizwe labo liphuphum' isiliva negolide;ubutyebi babo abunambaliso.Nomhlaba wabo uzele ngamahashe;yinyambalala iinqwelo zabo zemfazwe.

Uisaya 2

Uisaya 2:1-14