Uisaya 2:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Olu ludaba olwatyhilelwa uIsaya unyana ka-Amozi ngokuphathelele kuJuda neJerusalem:

2. Ke kaloku ngemihla yokugqibelaintaba emi kuyo indlu *kaNdikhoyoiya kuba yeyona ibalaseleyo,izikrobele zonke iinduli;nezizwe zonke ziya kugxalathelana ukuya kuyo.

Uisaya 2