Uisaya 19:19 Ibhayibhile (XHO96)

Ngelo thuba ke eJiputa kuya kubakho iqonga likaNdikhoyo, kananjalo kubekho nentsika yelitye enikezelwe kuye phaya emdeni weJiputa.

Uisaya 19

Uisaya 19:10-20