USirayeli woba ngathi yintsimi engqolowa isikwayo;kwaSirayeli kuya kubharha kube sedizeni –wofana namasimi entili yaseRefayim.