Uisaya 15:5 Ibhayibhile (XHO96)

Ke mna ke ndikhalela iMowabhi,kuba abantu bayo babhacel' eZoware,basabele e-Egelati-sheleshiya.Nâbo bekhwina benyuka iLuti;benz' isimbonon' ukusing' eHoronayim,benesingqala ngenxa yentshabalalo.

Uisaya 15

Uisaya 15:1-9