Uisaya 13:14 Ibhayibhile (XHO96)

Baya kufana nenxala elizingelwayoneegusha ezibhadula ziding' ozalusayo.Elowo uya kubhenela kumawabo,umntu ngamnye asabele kwelakowabo.

Uisaya 13

Uisaya 13:5-21