Ngaloo mini ke niya kudanduluka nisithi:“Ewe, ndiyakubulela, *Ndikhoyo,kuba nakuba ubundiqumbelesuka wetha umsindo wakho,wajika wena wandithuthuzela.