EZiyon, intaba ekhethekileyo, akusayi kubakho owonayo notshabalalisayo;njengolwandle lwambathiswe ngamanzi, ehlabathini uNdikhoyo uya kwaziwa jikelele.