Uisaya 11:6 Ibhayibhile (XHO96)

Itakane legusha lobutha ndawonye nengcuka,itakane lebhokhwe liphumle kunye nehlosi.Amathole eenkomo naweengonyama aya kuvana;ewe, wona aya kwaluswa nangumntwana.

Uisaya 11

Uisaya 11:1-14