Uisaya 10:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ndibathumela ngaye abangakhathalele Thixo;ndibabetha ngaye abandicaphukisayo,ukuze abathimbe, axhaphaze amaxhoba,abaxovule njengodaka endleleni.

Uisaya 10

Uisaya 10:1-16