Yeha ke, sizwe samanyundululu,abantu abasuntsubala bubugwenxa,nzalandini yamatshijolo,sizukulwanandini sonakalisayo!Kaloku nikreqile nina kuNdikhoyo,nisuke namdelela uYedwa kaSirayeli;ewe ngenene, nihlehlile namfulathela.