Uisaya 1:11 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku uNdikhoyo uyakhala ngawe, Sirayeli; uthi:“Ngawani ke ngoko la madini angakanana?Mna ndidikiwe ziinkunzi zeegusha ezitshiswayo.Ndanele nangamanqatha enyama etyebileyo.Andisalifuni igazi leenkunzi zeenkomo,nditsho nelamaxhwane eegusha neebhokhwe.

Uisaya 1

Uisaya 1:2-15