xa ndandifuna ukumnyanga uSirayeli,suka badandalaza ubugwenxa bukaEfrayim,batyhileka ububi beSamariya.Kaloku bahleli ngobuqhophololo.Ngamasela aqhekezayo ebe;basisigqubu sezikrelemnqa esiphanga phandle.