Uhosiya 5:14-15 Ibhayibhile (XHO96)

14. Ke kuEfrayim ndoba njengengonyama;ewe, ndibe lirhamncwa kwindlu kaJuda.Ndobaqwenga-qwenga ndibashiye,ndibafuduse bangahlangulwa bani;

15. ndize ke ndibuyele endaweni yam,bade basivume isono sabo,banqwenele ukububona ubuso bam.Ewe, bondizingela bendifunangenxa yokuminxwa ziimbandezelo.

Uhosiya 5