Ewe, ndiya kumohlwayangenxa yemihla awayenqula uBhaliemenzela iziqhumiso,ezihombisa ngamaso nemisesane,esukelana nezithandwa zakhe,esuke wandilibala ke mna.”Lowo ke ngumlomo *kaNdikhoyo.