“Noba uEfrayim angaba nempumelelo phakathi kwezizalwane zakhe,uya kufikelwa lulophu lwasempuma,umoya kaNdikhoyo ovela entlango,utshe umthombo wakhe,amaqula akhe ome qoko.Oovimba bakhe baya kuphangwanabo bonke ubuncwane babo buthathwe.