Fudula esithi akuthetha uEfrayimabantu bona bangcangcazela;ewe, yena wayehlonelwa kwaSirayeli.Kodwa ke suka wazixabhela;suka wanqula uBhali waphutha.