Uhosiya 11:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. “USirayeli ndamthanda kwasebuncinaneni bakhe;ndambiza ukuba aphume eJiputa unyana wam.

2. Ndaba ngakhwaza ndimbiza uSirayeli,suka waya ebhekela kum.Baphikela ukunikela *kooBhali;imifanekiso eqingqiweyo bayenzela iziqhumiso.

Uhosiya 11