Uhlaziyo-Mnqophiso 5:6-8 Ibhayibhile (XHO96)

6. ‘Mna ndinguNdikhoyo uThixo wakho owakukhupha eJiputa apho wawulikhoboka khona.

7. “ ‘Ungaze unqule thixo wumbi ngaphandle kwam.

8. “ ‘Ungaze uziqingqele umfanekiso wothixo, nditsho nokuba ngowantoni na esesibhakabhakeni phezulu, okanye esemhlabeni phantsi, okanye nokuba yeyasemanzini aphantsi komhlaba.

Uhlaziyo-Mnqophiso 5