Uhlaziyo-Mnqophiso 24:9-12 Ibhayibhile (XHO96)

9. Yikhumbule into awayenzayo *uNdikhoyo uThixo wakho kuMiriyam ngokuya naniphuma kwelaseJiputa.

10. “Xa kukho into oyiboleke umntu othile, sukungena endlwini yakhe xa uye kulanda impahla abambisa ngayo;

11. linda phandle, ibe nguye oyizisayo.

12. Ukuba lo mntu lihlwempu, le mpahla yakhe ke mayingalali kuwe,

Uhlaziyo-Mnqophiso 24