Uhlaziyo-Mnqophiso 15:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. “Njalo ekupheleni konyaka wesixhenxe iya kuba lithuba lokucinywa kwamatyala.

2. Le nto ke noyenza ngolu hlobo: Nabani na obeboleke uwabo ulutho kufuneka alicime elo tyala, angabi sayithatha loo nto, kuba lithuba lokucinywa kwamatyala elimiselwe *nguNdikhoyo.

Uhlaziyo-Mnqophiso 15