Uhlaziyo-Mnqophiso 1:32-34 Ibhayibhile (XHO96)

32. Kodwa ke, nakuba kunjalo, animthembanga uNdikhoyo uThixo wenu,

33. kanti nguye owayesoloko enikhokela ade anifunele nendawo eningamisa kuyo. Ewe, kaloku wayenikhokela ngelangatye lomlilo ebusuku, ukuze niyibone indlela emanihambe ngayo, aze anikhokele ngomqulu welifu emini.”

34. “Ke kaloku *uNdikhoyo akuziva izikrokro zenu wakhathazeka, wada wafunga wathi:

Uhlaziyo-Mnqophiso 1