Uhezekile 48:20 Ibhayibhile (XHO96)

Uya kuba ngumhlaba omacala alinganayo alishumi elinambini elinesiqingatha seekhilomitha kwicala ngalinye. Umhlaba okhethekileyo nalowo wabelwe isixeko uya kuba ngumnikelo owodwa.

Uhezekile 48

Uhezekile 48:10-30