Uhezekile 47:22 Ibhayibhile (XHO96)

Niya kuwaba ube lilifa lenu nelabangeneleli abêma phakathi kwenu kwasebuntwaneni. Niya kubathatha njengamaSirayeli othuthu; njengani ke baya kwabelwa ilifa phakathi kwezizwe zakwaSirayeli.

Uhezekile 47

Uhezekile 47:21-23