Uhezekile 47:19 Ibhayibhile (XHO96)

Emazantsi umda uya kuqala eTamare ude uye kuthi gaa ngamanzi eMeribha-kadeshe, uhambe ngomfula ongakwicala laseJiputa, uthi xhaxhe ngoLwandle oluKhulu. Lo ke uya kuba ngumda wamazantsi.

Uhezekile 47

Uhezekile 47:16-23