Uhezekile 47:17 Ibhayibhile (XHO96)

Umda lo uya kusuka elwandle uye eHazare-enon, wayame umda osemantla eDamasko, nowamantla eHamati. Lo ke uya kuba ngumda wasemantla.

Uhezekile 47

Uhezekile 47:11-22