Uhezekile 47:13 Ibhayibhile (XHO96)

Itsho iNgangalala uNdikhoyo ukuthi: “Nantsi imida yokwahlula umhlaba oza kuba lilifa lezizwe ezilishumi elinambini zakwaSirayeli, uJosefu yena efumana izahlulo ezibini.

Uhezekile 47

Uhezekile 47:6-18