Uhezekile 44:29 Ibhayibhile (XHO96)

Baya kutya iminikelo yokutya, neyamadini esono, nawetyala; nayo yonke into kwaSirayeli eyinxaxheba kaNdikhoyo iya kuba yeyabo.

Uhezekile 44

Uhezekile 44:19-30