Uhezekile 41:26 Ibhayibhile (XHO96)

Kwakukho iifestile kwiindonga ezingamacala evaranda, kwaza kwahonjiswa ngemifanekiso yesundu macala kuzo. Amagumbi ayamane nendlu kaThixo nawo ayenezixwexwe zamaplanga.

Uhezekile 41

Uhezekile 41:25-26