Uhezekile 40:49 Ibhayibhile (XHO96)

Ivaranda yayiziimitha ezilishumi ububanzi, yaza yaba ziimitha ezintandathu ukusuka ekungeneni kuye entla. Bekunyukwa ngamanqwanqwa ukuya kuyo, kumi iintsika malunga namacala ayo.

Uhezekile 40

Uhezekile 40:39-49