Uhezekile 40:39 Ibhayibhile (XHO96)

Kwivaranda yesango kwakumi iitafile ezimbini macala omabini ekwakuxhelelwa kuzo amadini atshiswayo, nawesono, nawetyala.

Uhezekile 40

Uhezekile 40:31-43