Uhezekile 40:27 Ibhayibhile (XHO96)

Nayo intendelezo engaphakathi yayinesango elijonge emazantsi. Yenza umlinganiso womgama ukusuka kwisango elingaphakathi kuye kwelingaphandle, waba ngamashumi amahlanu eemitha.

Uhezekile 40

Uhezekile 40:26-37