Uhezekile 40:25 Ibhayibhile (XHO96)

Isango nevaranda yalo lalineembobo phezulu njengakwamanye amasango. Ubude balo yayiziimitha ezingamashumi amabini anantlanu, ububanzi buziimitha ezilishumi elinambini nesiqingatha.

Uhezekile 40

Uhezekile 40:15-31