Uhezekile 4:5 Ibhayibhile (XHO96)

Ndikusikele iintsuku ezinani lilingana nenani leminyaka yokreqo lwendlu kaSirayeli. Ngoko ke uya kusithwala isono sayo iintsuku ezingamakhulu amathathu namashumi alithoba.

Uhezekile 4

Uhezekile 4:1-9