Uhezekile 39:25 Ibhayibhile (XHO96)

“Ngako oko itsho iNgangalala uNdikhoyo ukuthi: Ndiya kuyijika imeko kaYakobi, ndibe novelwano kubo bonke abantu bakwaSirayeli; ndiya kuba nekhwele ngenxa yegama lam elingcwele.

Uhezekile 39

Uhezekile 39:18-26