Uhezekile 3:19 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ukuba uthe wamlumkisa ngenxa yenkohlakalo yakhe, waza akajika kubutshijolo bakhe, úya kufa ngenxa yenkohlakalo yakhe, kodwa wena uya kusinda.

Uhezekile 3

Uhezekile 3:17-23