Uhezekile 20:9 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ngenxa yegama lam ndenza ngako konke ukuba lingabandakanywa nokungendawo zizizwe abahlala phakathi kwazo nendizityhile phambi kwazo kumaSirayeli xa ndandiwakhupha eJiputa.

Uhezekile 20

Uhezekile 20:1-16