Uhezekile 11:24-25 Ibhayibhile (XHO96)

24. Wandifunqula uMoya, waya kundibeka phakathi kwabathinjwa eBhabheli ngokombono ovela kuMoya kaThixo. Wandishiya umbono,

25. ndaya ndabaxelela abathinjwa konke endikuboniswe nguNdikhoyo.

Uhezekile 11