Uhezekile 1:17 Ibhayibhile (XHO96)

Xa zihamba zazisiya nakwiliphi na icala kumacala omane ezazijonge kuwo izidalwa, amavili engajika-jiki naxa zihambayo izidalwa.

Uhezekile 1

Uhezekile 1:11-25