Uhabhakuki 2:8 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku uxhaphaze izizwe ezininzi;wena ke woxhatshazwa ngamasalela azo.Kaloku uliphalazile igazi lomntu;ewe, uyitshabalisile imihlaba,wabhuq' iidolophu nabemi bazo.

Uhabhakuki 2

Uhabhakuki 2:4-9