Uhabhakuki 2:17 Ibhayibhile (XHO96)

Ugonyamelo olwenze eLebhanon lokufikela;uya kunkwantya yimbubho oyenzele izilwanyana.Kaloku uliphalazile igazi labantu;ewe, uyitshabalalisile imihlaba,wabhuq' iidolophu nabemi bazo.

Uhabhakuki 2

Uhabhakuki 2:7-19