Uhabhakuki 2:15 Ibhayibhile (XHO96)

“Mawoo ububi bomntu oseza ummelwane wakhe,lowo umkhelela utywala kumphanda wakhe,amseze ade ayayatheke kukunxila,aze ke abukele ihlazo lobuze bakhe.

Uhabhakuki 2

Uhabhakuki 2:6-20